Amaculo 93
93
ICULO XCIII.
1UYEHOVA upete ngobukumkani, wambete ubukulu; uyehova wambete amandla, uzibinqile ngawo: kanjalo ilizwe liqinisekile, alinakushukunyiswa. 2Iterone yako iqinisekile kwa kudala: ungunapakade wena. 3Imilambo ipakamisile, Yehova! imilambo ipakamisile ilizwi layo; imilambo iyapakamisa amaza ayo. 4Uyehova opezulu unamandla ngapezu kwokugquma kwamanzi amaninzi, napezu kwamaza olwandle anamandla. 5Izinqi̔nelo zako zinyanisekile kakulu: ubungcwele bufanelekile kwindlu yako, Yehova! kude kube ngunapakade.
Currently Selected:
Amaculo 93: XHO1902A
Qaqambisa
Share
Copy
Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena
Published by the British and Foreign Bible Society in 1902.