Naxeshekweni yasinqikayo esesitatu isincamatiselo, ndeva esesitatu isidalwa esipilileyo sisiti: Yiza ukangele. Ndaza ndabona, kekaloku bona ke, ihashe elimnyama, nalowo uhleli pezu kwalo epete isilinganiselo esandleni sake. Ndaza ndeva ilizwi pakati kwazo izidalwa ezipilileyo zozine lisiti: Ibekile ibe nye yenqolowa ngedenari, nebekile zibe ntatu zeṙalasi ngedenari; uze ungenzakalisi ioli neveyine.
Funda Isityilo sika‐Johane 6
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Isityilo sika‐Johane 6:5-6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo