Isityilo sika‐Johane 6:5-6

Isityilo sika‐Johane 6:5-6 XHO1902A

Naxeshekweni yasinqikayo esesitatu isincamatiselo, ndeva esesitatu isidalwa esipilileyo sisiti: Yiza ukangele. Ndaza ndabona, kekaloku bona ke, ihashe elimnyama, nalowo uhleli pezu kwalo epete isilinganiselo esandleni sake. Ndaza ndeva ilizwi pakati kwazo izidalwa ezipilileyo zozine lisiti: Ibekile ibe nye yenqolowa ngedenari, nebekile zibe ntatu zeṙalasi ngedenari; uze ungenzakalisi ioli neveyine.