Yati eyesitatu ingelosi yahlokomisa; kwaza kwawa ezulwini inkwenkwezi enkulu ivuta njengesibane, yawa pezu kwesiqingata sesitatu sayo imilambo, napezu kwayo imitombo yamanzi; negama lenkwenkwezi leyo kutwa ngu‐Mhlonyane: saza isiqingata sesitatu sawo amanzi saba ngumhlonyane: bati abantu abaninzi bafa ngamanzi lawo, kuba enziwa ṙaṙa.
Funda Isityilo sika‐Johane 8
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Isityilo sika‐Johane 8:10-11
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo