Sathi esesithathu isithunywa savuthela ixilongo, kwawa inkwenkwezi enkulu ezulwini, ivutha ngathi sisibane, yawa phezu kwesahlulo sesithathu semilambo naphezu kwemithombo yamanzi. Igama lenkwenkwezi leyo kuthiwa nguMhlonyane; saza isahlulo sesithathu samanzi saba ngumhlonyane; into eninzi yabantu yafa ngawo amanzi, ngokuba aba krakra.
Funda IsiThyilelo 8
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IsiThyilelo 8:10-11
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo