Akuba ke elibele kubo iintsuku ezingaphezu kweshumi, wehla waya eKesareya; ngengomso, akuba ehleli esihlalweni sokugweba, wathi uPawulos makaziswe. Akufika, amaYuda awayehle evela eYerusalem amngqonga, emtyhola ngezityholo ezininzi ezinzulu uPawulos, awayengenako ukuzingqina.
Funda iZenzo 25
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iZenzo 25:6-7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo