Kuba nisindiswe ngokubabalwa nangalo ukholo; nako oko akuphumi kuni, kusisipho sikaThixo; Akuphumi misebenzini, hleze kubekho bani uqhayisayo. Kuba thina singumsebenzi wakhe kuKristu Yesu, sidalelwe imisebenzi emihle, awayilungisayo uThixo ngenxa engaphambili, ukuze sihambe kuyo.
Funda Kwabase-Efese 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Kwabase-Efese 2:8-10
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo