Wabona uAron, wakha isibingelelo; Wadanduluka uAron, esithi: “Ngomso ngumthendeleko kaYehova. Bavuka kusasa, banyusa amadini anyukayo, babingelela imibingelelo yokubulela; Yahlala phantsi isihlwele, yadla, yasela, yema ukuba idlale.
Funda iEksodus 32
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iEksodus 32:5-6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo