bathi, Makube lubabalo kuni, noxolo oluvela kuThixo uYise, neNkosi yethu uYesu Kristu; owazinikelayo ngenxa yezono zethu, ukuze asihlangule kweli phakade langoku lingendawo, ngokokuthanda kukaThixo uBawo wethu
Funda KumaGalati 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: KumaGalati 1:3-4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo