Abaninzi bamangaliswa nguwe; ubuso bakhe bonakele ngaphezu kobabo bonke abantu, nembonakalo yakhe ibinobubi kunoonyana babantu. Uya kuzichithachitha ke iintlanga ezininzi; ookumkani baya kuthi khamnqa kuye; kuba oko bangekakuxeleli, baya kukubona; nento abangayivanga baya kuva.
Funda uIsaya 52
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uIsaya 52:14-15
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo