uMateyu 6:19-21

uMateyu 6:19-21 CXB24

Musani ukuziqwebela ubutyebi emhlabeni, apho konakalisa inundu nomhlwa, nalapho amasela agqobhozayo ebe; ziqwebeleni ke ubutyebi emazulwini, apho kungonakalisi nundu namhlwa, nalapho amasela angagqobhoziyo ebe. Kuba apho bukhona ubutyebi benu, yoba lapho nentliziyo yenu.