uMateyu 7:15-16

uMateyu 7:15-16 CXB24

Balumkeleni abaprofeti ababuxoki, abeza kuni ngezambatho zeegusha, ngaphakathi ke beziingcuka eziqwengayo. Nobaqonda ngeziqhamo zabo. Ngaba abantu bakha iidiliya emithaneni enameva okanye amakhiwane enkunzaneni?