Bathetha abantu kakubi ngoThixo nangoMoses, bathi, Nisikhuphe eYiputa, ukuze sifele entlango apha? ngokuba kungekho sonka namanzi; esi sonka sikhaphukhaphu yasicekisa umphefumlo wethu.
Funda iNumeri 21
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iNumeri 21:5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo