Kungani na ukuba usibekeke, mphefumlo wam? kanti ukhathazekile ngam? Kholosa ngoThixo, ngokuba ndisaya kubuya ndibulele kuye, olusindiso lobuso bam, noThixo wam.
Funda Iindumiso 43
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Iindumiso 43:5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo