Iindumiso 53:1

Iindumiso 53:1 CXB24

Eyokuqiqa kaMahalate, ethi: iMaskili, umbongo kaDavide. Sathi ke igeza entliziyweni yalo, Akukho Thixo. Bonakalisile, benze amasikizi; akukho wenza okulungileyo.