IINDUMISO 53:1
IINDUMISO 53:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Síthi isidenge entliziyweni yaso, Akukho Thixo. Bonákalisile, balisikizi ngobugqwetha babo; Akukho wenza okulungileyo.
Yabelana
Funda IINDUMISO 53IINDUMISO 53:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
Iziyatha zithi akukho Thixo ngandawo. Zonakele, futhi zenza amasikizi; akukho ulungisayo kuzo.
Yabelana
Funda IINDUMISO 53