Amaculo 53:1

Amaculo 53:1 XHO1902A

IGEZA liti entliziyweni yalo: Akuko TIXO. Bonakele, benze inkohlakalo ezondekileyo; akuko owenza okulungileyo.