Ngenxa yoko baphambi kwetrone kaThixo, bemkhonza imini nobusuku etempileni yakhe; nalowo uhleli phezu kwetrone uya kuba phakathi kwabo. Abayi kuba salamba, abasayi kunxanwa; nelanga aliyi kubakhanyisela, nabuphi na ubushushu.
Funda IsiThyilelo 7
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IsiThyilelo 7:15-16
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo