KAPETROS I 3:10-11
KAPETROS I 3:10-11 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba onxamela ukutanda ubomi, nokubona imihla elungileyo, makapezise ulwimi lwake kokukohlakeleyo, nomlomo wake ukuba ungateti inkohliso: makapepe okukohlakeleyo, enze okulungileyo; makafune uxolo, aluputume ke.
Yabelana
Funda KAPETROS I 3KAPETROS I 3:10-11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba Lowo unga angathanda ubomi, Ayibone imihla elungileyo, Makaluphezise ulwimi lwakhe ebubini, Nomlomo wakhe ungathethi inkohliso; Makaphambuke ebubini, enze okulungileyo; Makafune uxolo, aluphuthume.
Yabelana
Funda KAPETROS I 3