KUTIMOTI I 2:5-6
KUTIMOTI I 2:5-6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba mnye uThixo; mnye nomlamli phakathi koThixo nabantu, umntu uKristu Yesu, lowo wazinikelayo ukuba abe yintlawulelo yokukhulula abantu bonke; ubungqina ke obo bokungqinwa ngamaxesha angawabo
KUTIMOTI I 2:5-6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba mnye uThixo, mnye nomlamli phakathi koThixo nabantu, umntu uKristu Yesu; lowo wazinikelayo ukuba abe yintlawulelo yokukhulula abantu bonke; ubungqina ke obo bokungqinwa ngamaxesha angawabo
KUTIMOTI I 2:5-6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku mnye uThixo, ukwamnye nalowo ungumxolelanisi kaThixo nomntu. NguKrestu Yesu ongumntu ncakasana, owazenza intlawulelo yenkululeko yoluntu luphela. Wayingqinela injongo kaThixo kanye ngexesha elifanelekileyo, ngokwenjenjalo.
KUTIMOTI I 2:5-6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba kuko UTIXO emnye; kuko kanjalo umlamli emnye pakati KWOTIXO nabantu, umntu u‐Kristu Yesu, owazinikayo ukuba yintlaulelo ngenxa yabantu bonke, — okusisinqi̔no sokunqi̔nelwa kwawaso amaxesha