1
UYOBI 17:9
IBHAYIBHILE
XHO96
Olilungisa ubambelele nkqi endleleni yakhe, ngokunjalo ke nabo bazandla zimsulwa baya besomelela ngokomelela.
Thelekisa
Phonononga UYOBI 17:9
2
UYOBI 17:3
“Nceda, Thixo, undibekele isibambiso. Kakade ke ibingubani omnye ongandikhuselayo?
Phonononga UYOBI 17:3
3
UYOBI 17:1
“Umoya wam wonakele, nemihla yam iphelile; ngoku sending'ong'ozelwe lingcwaba.
Phonononga UYOBI 17:1
4
UYOBI 17:11-12
Imihla yam iphelile, namacebo am achithakele, ngokunjalo neminqweno yam ivuthulukile. Ubusuku bathi yimini; kanti xa kuhlwayo bathi sekuza kusa.
Phonononga UYOBI 17:11-12