1
Ivangeli ka‐Mateyu 16:24
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Wandula u‐Yesu wati kubadisipile bake: Ukuba umntu uyafuna ukuza emva kwam, makazikanyeze, apate ikuruse yake, andilandele.
Thelekisa
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 16:24
2
Ivangeli ka‐Mateyu 16:18
Kanjalo nam nditi kuwe: Wena ungu‐Petrosi, ndandiya kuyaka pezu kwolulwalwa iṙemente yam, ati amasango ehadesi angayoyisi.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 16:18
3
Ivangeli ka‐Mateyu 16:19
Ndandiya kunika kuwe izilotile zobukumkani bezulu; yoti into usukuba uyinxiba emhlabeni inxitywe ezulwini; yoti into usukuba uyikulula emhlabeni ikululwe ezulwini.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 16:19
4
Ivangeli ka‐Mateyu 16:25
Ngokuba lowo usukuba efuna ukulondoloza ubomi bake, buya kumlahleka; nosukuba elahlekana nobomi bake ngenxa yam, wobufumana.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 16:25
5
Ivangeli ka‐Mateyu 16:26
Ngokuba uncedwa nto nina umntu, ukuba ilizwe lonke walizuza, nompefumlo wake walahlekelwa nguwo? kanjalo uya kunika nto nina umntu ibe lixabiso elilingana nawo umpefumlo wake?
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 16:26
6
Ivangeli ka‐Mateyu 16:15-16
Wati kubo: Kodwa ngubanina eniti nina ndinguye? Wapendula u‐Simone Petrosi wati: Wena unguye u‐Kristu, unyana KATIXO ohleliyo.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 16:15-16
7
Ivangeli ka‐Mateyu 16:17
Waza wapendula u‐Yesu wati kuye: Unetamsanqa, Simone, Bara‐jona! ngokuba ingeyiyo inyama negazi ekutyileleyo oku, NGUBAWO osezulwini.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 16:17
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo