1
Imizekeliso 11:25
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Umpefumlo onesisa wotyetyiswa; nalowo onyelayo, uya kunyelwa yena naye.
Thelekisa
Phonononga Imizekeliso 11:25
2
Imizekeliso 11:24
Kuko ocitayo, kanti kusandiswa; kuko ovimbayo okupezu kwokumfaneleyo, kodwa kubang’ ubuhlwempu.
Phonononga Imizekeliso 11:24
3
Imizekeliso 11:2
Kuti kwakufika iratshi, kufike nehlazo; kodwa ubulumko bunabalulamileyo.
Phonononga Imizekeliso 11:2
4
Imizekeliso 11:14
Nxa kungeko amaqinga alumkileyo, bayawa abantu; kodwa kuko ingciniso ebuninzini babacebisi.
Phonononga Imizekeliso 11:14
5
Imizekeliso 11:30
Isixakato solungileyo singumti wobomi; kanjalo obambayo imipefumlo ulumkile.
Phonononga Imizekeliso 11:30
6
Imizekeliso 11:13
Ohambahamba ehleba, uyatyila amahlebo; kodwa omoya unyanisekile, uyafihla umcimbi.
Phonononga Imizekeliso 11:13
7
Imizekeliso 11:17
Umntu onobubele uyenzela owake umpefumlo okulungileyo; kodwa oyinqola uyakataza eyake inyama.
Phonononga Imizekeliso 11:17
8
Imizekeliso 11:28
Otembela ebutyebini bake, yena uya kuwa; kodwa abalungileyo bocu̔ma njengamagqabi.
Phonononga Imizekeliso 11:28
9
Imizekeliso 11:4
Ubutyebi abuncedi luto emhleni womsindo; kodwa ubulungisa buyasindisa ekufeni.
Phonononga Imizekeliso 11:4
10
Imizekeliso 11:3
Inene yabalungisayo yobakapa; kodwa inkani yabenza ngobuxoki yobacita.
Phonononga Imizekeliso 11:3
11
Imizekeliso 11:22
Njengawo umsesane wegolide empumlweni yehangu, injalo inzwakazi engenakuqiqa.
Phonononga Imizekeliso 11:22
12
Imizekeliso 11:1
ISILINGANISELO senkohliso siyintshontsho KUYEHOVA; kodwa ilitye lokulinganisa elizalisekileyo liyimvuyiso kuye.
Phonononga Imizekeliso 11:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo