1
KumaGalati KumaGalati 1:10
Contemporary Xhosa Bible 2024
Kuba ngoku ndithomalalisa abantu, ndithomalalisa uThixo, kusini na? Ndifuna ukukholisa abantu na? Kuba, ukuba ndingaba ndisakholisa abantu, ndingaba andingumkhonzi kaKristu.
Thelekisa
Phonononga KumaGalati KumaGalati 1:10
2
KumaGalati KumaGalati 1:8
Ke, nokokuba sisuke thina aba, nokokuba sisuke isithunywa sasezulwini sanishumayeza iindaba ezilungileyo ezinxamnye nezo sanishumayezayo, masisingelwe phantsi.
Phonononga KumaGalati KumaGalati 1:8
3
KumaGalati KumaGalati 1:3-4
bathi, Makube lubabalo kuni, noxolo oluvela kuThixo uYise, neNkosi yethu uYesu Kristu; owazinikelayo ngenxa yezono zethu, ukuze asihlangule kweli phakade langoku lingendawo, ngokokuthanda kukaThixo uBawo wethu
Phonononga KumaGalati KumaGalati 1:3-4
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo