1
KwabaseFilipi KwabaseFilipi 3:13-14
Contemporary Xhosa Bible 2024
Bazalwana, mna andizibaleli ekuthini ndigangile; ke ndenza nto-nye: ndithi, ndizilibala izinto ezisemva, ndisolulela kwezingaphambili; Ndiphuthume ngokoxunele umvuzo wobizo lwaphezulu lukaThixo kuKristu Yesu.
Thelekisa
Phonononga KwabaseFilipi KwabaseFilipi 3:13-14
2
KwabaseFilipi KwabaseFilipi 3:10-11
ukuze ndimazi, kwanamandla ovuko lwakhe, nobudlelane naye ngeentlungu zakhe, ndifaniswe nokufa kwakhe; ukuba ndingade ndifikelele ekuvukeni kwabafileyo.
Phonononga KwabaseFilipi KwabaseFilipi 3:10-11
3
KwabaseFilipi KwabaseFilipi 3:8
Ewe, okunene, ndisuka izinto zonke ndizibalele ekuthini ziyinkxwaleko, ngenxa yokongama kokumazi uKristu Yesu iNkosi yam
Phonononga KwabaseFilipi KwabaseFilipi 3:8
4
KwabaseFilipi KwabaseFilipi 3:7
Ndisuke, zona ezo zinto zabe ziyinzuzo kum, zona ezo ndazibalela ekuthini ziyinkxwaleko ngenxa kaKristu.
Phonononga KwabaseFilipi KwabaseFilipi 3:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo