IEKSODUS 15:2

IEKSODUS 15:2 XHO75

Uqhayiya lam, ungoma yam nguYehova; Waba lusindiso kum. UloThixo wam endimzukisayo, UThixo kabawo endimphakamisayo.