UNdikhoyo yinqaba negwijo lam; ndinje-nje-nje ndisindiswe nguye. Nanko ke uThixo wam, ndiyamdumisa; nguThixo woobawo, ndotshila ngaye.
Funda EYEMFUDUKO 15
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: EYEMFUDUKO 15:2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo