Waphendula uIsake uyise, wathi kuye, Yabona, ikhaya lakho liya kuba lee nokuchuma komhlaba, Lee nombethe wezulu ovela phezulu. Ùya kuphila ngekrele lakho, umkhonze umninawa wakho; Kuthi wakudlokova, Uyàphule idyokhwe yakhe, isuke entanyeni yakho.
Funda IGENESIS 27
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IGENESIS 27:39-40
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo