Waphendula uIsake uyise, wathi kuye, Yabona, ikhaya lakho liya kuba lintabalala, nombethe wezulu phezulu. Uya kuphila ngekrele lakho, umkhonze umninawa wakho; ukuba uthe walawula, woyaphula idyokhwe yakhe entanyeni yakho.
Funda iGenesis 27
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iGenesis 27:39-40
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo