Bako ngenxa yoku pambi kweterone KATIXO, bamkonze emini nasebusuku etempileni yake: waye lowo uhleli pezu kwayo iterone eya kubakusela. Abasayi kuba salamba, abasayi kuba sanxanwa kanjako; kungababaleleli nelanga, nabunye ubushushu
Funda Isityilo sika‐Johane 7
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Isityilo sika‐Johane 7:15-16
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo