Kuba Lowo unga angathanda ubomi, Ayibone imihla elungileyo, Makaluphezise ulwimi lwakhe ebubini, Nomlomo wakhe ungathethi nkohliso. Makaphambuke ebubini, enze okulungileyo; makafune uxolo, aluphuthume.
Funda KaPetros 1 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: KaPetros 1 3:10-11
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo