1
Imibalo 13:30
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Waza u‐Kalebi wabatutuzela abantu pambi kwo‐Mosesi, wati: Nyukani sinyuke, siye silibambe; ngokuba siya kugqibela ukuleyisa.
Thelekisa
Phonononga Imibalo 13:30
2
Imibalo 13:33
Nalapo sasibona imindondosholo, usapo luka‐Hanaki, oluvela kuyo imindondosholo: saye sisemehlweni etu njengemicikwane, sakwa njalo nasemehlweni alo.
Phonononga Imibalo 13:33
3
Imibalo 13:31
Kodwa amadoda abenyuke naye ati: Sikohliwe kukunyuka ngakubo abobantu, ngokuba bona besigqitisile ngamandla.
Phonononga Imibalo 13:31
4
Imibalo 13:32
Kwa njalo avela nentlebo ngelozwe abepandile lona ukuza elusatsheni luka‐Sirayeli, esiti: Elozwe, esibe sicanda kulo silipande, lilizwe elidlayo abemi balo; kanjalo bonke abantu esasibabona pakati kwalo bangamadoda obude obukulu.
Phonononga Imibalo 13:32
5
Imibalo 13:27
Aza ambalisela, ati: Saye sifika kwelozwe ubusituma kulo; eliti okunene lilizwe elela ubisi nobusi; nasi ke nesiqa̔mo salo.
Phonononga Imibalo 13:27
6
Imibalo 13:28
Kodwa noko abantu abemiyo kwelozwe banamandla, nezixeko zabo zinqatyisiwe, zikulu kakulu: nakanjako abenzalo ka‐Hanaki sasibabona apo.
Phonononga Imibalo 13:28
7
Imibalo 13:29
Ama‐Amaleki emi elizweni lasesuyide; nama‐Hete, nama‐Yebusi, naba‐Amori, bona bemi ezintabeni; kanjalo aba‐Kanane bemi ngaselwandle, nangasecaleni le‐Yoredane.
Phonononga Imibalo 13:29
8
Imibalo 13:26
Aya eza ku‐Mosesi, naku‐Arone, nakuyo yonke intlanganiso yosapo luka‐Sirayeli, entlango ye‐Parane, e‐Kadeshe; ababuyisela ilizwi, nayo yonke intlanganiso, ababonisa isiqa̔mo selizwe.
Phonononga Imibalo 13:26
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo