1
IziKronike 2 IziKronike 2-7:14
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
bathoba ke abantu bam, ababizwa kubo igama lam, bathandaza, bafuna ubuso bam, babuya ezindleleni zabo ezimbi; ndiya kuva ke emazulwini, ndibaxolele izono zabo, ndiliphilise ihlabathi labo.
Thelekisa
Phonononga IziKronike 2 IziKronike 2-7:14
2
IziKronike 2 IziKronike 2-7:15
Ovuleka ke amehlo am, iindlebe zam ziwuphulaphule umthandazo owenziwa kule ndawo.
Phonononga IziKronike 2 IziKronike 2-7:15
3
IziKronike 2 IziKronike 2-7:16
Kuba ngoku ndiyinyule le ndlu ndaza ndayingcwalisa, ukuze igama lam libe kuyo ukusa kwixesha elingenammiselo, namehlo am nentliziyo yam iya kusoloko ikuyo.
Phonononga IziKronike 2 IziKronike 2-7:16
4
IziKronike 2 IziKronike 2-7:13
Ukuba ndithe ndasivala izulu, ukuba kungabikho mvula, nokuba ndithe ndaziwisela umthetho iinkumbi, ukuba zilidle ilizwe, nokuba ndithe ndathumela ebantwini bam indyikitya yokufa
Phonononga IziKronike 2 IziKronike 2-7:13
5
IziKronike 2 IziKronike 2-7:12
uYehova wabonakala kuSolomon ebusuku, wathi kuye, Ndikuvile ukuthandaza kwakho
Phonononga IziKronike 2 IziKronike 2-7:12